Roma 6:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kuba ukuba simanyene naye ekufeni okufana nokwakhe,+ ngokuqinisekileyo siya kumanyana naye nasekuvukeni okufana nokwakhe;+ Roma 8:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ukuba, ngoku, umoya walowo wavusa uYesu kwabafileyo uhleli kuni, lowo wavusa uKristu Yesu kwabafileyo+ uya kuyenza neyenu imizimba efayo iphile+ ngomoya wakhe ohleliyo kuni. 2 Korinte 4:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 sisazi ukuba lowo wavusa uYesu uya kusivusa nathi ndawonye noYesu yaye uya kusinikela ndawonye nani.+
5 Kuba ukuba simanyene naye ekufeni okufana nokwakhe,+ ngokuqinisekileyo siya kumanyana naye nasekuvukeni okufana nokwakhe;+
11 Ukuba, ngoku, umoya walowo wavusa uYesu kwabafileyo uhleli kuni, lowo wavusa uKristu Yesu kwabafileyo+ uya kuyenza neyenu imizimba efayo iphile+ ngomoya wakhe ohleliyo kuni.
14 sisazi ukuba lowo wavusa uYesu uya kusivusa nathi ndawonye noYesu yaye uya kusinikela ndawonye nani.+