Roma 6:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngoko ke sangcwatywa+ kunye naye ngokubhaptizelwa kwethu ekufeni kwakhe, ukuze, kanye njengoko uKristu wavuswayo kwabafileyo ngalo uzuko lukaYise,+ nathi ngokunjalo siphile ubomi obutsha.+ 1 Korinte 15:48 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 48 Njengoko enjalo lowo wenziwe ngothuli,+ bakwanjalo ke nabo benziwe ngothuli; yaye njengoko enjalo lowo ungowasezulwini,+ bakwanjalo ke nabo bangabasezulwini.+
4 Ngoko ke sangcwatywa+ kunye naye ngokubhaptizelwa kwethu ekufeni kwakhe, ukuze, kanye njengoko uKristu wavuswayo kwabafileyo ngalo uzuko lukaYise,+ nathi ngokunjalo siphile ubomi obutsha.+
48 Njengoko enjalo lowo wenziwe ngothuli,+ bakwanjalo ke nabo benziwe ngothuli; yaye njengoko enjalo lowo ungowasezulwini,+ bakwanjalo ke nabo bangabasezulwini.+