IZenzo 9:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kodwa iNkosi yathi kuye: “Yiya, ngenxa yokuba lo mntu usisitya esinyuliweyo+ kum sokuthwala igama lam ezintlangeni+ nakookumkani+ noonyana bakaSirayeli. Roma 1:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 ekuthe ngaye safumana ububele obungasifanelanga+ nobupostile+ ukuze zonke iintlanga+ zikholwe kulo igama lakhe, Kolose 1:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Ngenxa yoku ndisebenza nzima ngenene, ndizibhokoxa+ ngokuvumelana nokusebenza+ kwakhe okusebenzayo kum ngamandla.+
15 Kodwa iNkosi yathi kuye: “Yiya, ngenxa yokuba lo mntu usisitya esinyuliweyo+ kum sokuthwala igama lam ezintlangeni+ nakookumkani+ noonyana bakaSirayeli.
5 ekuthe ngaye safumana ububele obungasifanelanga+ nobupostile+ ukuze zonke iintlanga+ zikholwe kulo igama lakhe,
29 Ngenxa yoku ndisebenza nzima ngenene, ndizibhokoxa+ ngokuvumelana nokusebenza+ kwakhe okusebenzayo kum ngamandla.+