Efese 4:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Mna, ke ngoko, endilibanjwa+ eNkosini, ndiyanibongoza ukuba nihambe ngokulufaneleyo+ ubizo enabizwa ngalo,+ Efese 6:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 endithi ngenxa yazo ndisebenze njengonozakuzaku+ ndisemixokelelwaneni; ukuze ndithethe ngenkalipho ngazo njengoko ndifanele kukuthetha njalo.+
4 Mna, ke ngoko, endilibanjwa+ eNkosini, ndiyanibongoza ukuba nihambe ngokulufaneleyo+ ubizo enabizwa ngalo,+
20 endithi ngenxa yazo ndisebenze njengonozakuzaku+ ndisemixokelelwaneni; ukuze ndithethe ngenkalipho ngazo njengoko ndifanele kukuthetha njalo.+