IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 19:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 “‘Uze ungamthiyi umzalwana wakho entliziyweni yakho.+ Kunoko ufanele usohlwaye isinxulumani sakho,+ ukuze ungazithwalisi isono ngenxa yaso.

  • Kolose 3:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Qhubekani ninyamezelana yaye nixolelana ngesisa+ ukuba nabani na unesizathu sokukhalazela+ omnye. Kanye njengoko uYehova wanixolela ngesisa,+ yenzani njalo nani.

  • 1 Petros 4:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ngaphezu kwezinto zonke, yibani nothando olunzulu omnye ngomnye,+ kuba uthando lugubungela inkitha yezono.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share