IZenzo 24:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ke kaloku waphendula uPawulos, yakunqwala kuye irhuluneli ukuba athethe, wathi: “Ndazi kakuhle ukuba olu hlanga belunawe njengomgwebi kangangeminyaka emininzi, yaye ke ngoko ndikulungele ukuzithethelela+ ngezinto ezingam, IZenzo 24:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kodwa ndiyakuvuma oku kuwe, ukuba ndinikela inkonzo engcwele kuTHIXO wookhokho bakowethu+ ngokulandela indlela abayibiza ngokuba ‘lihlelo,’ njengoko ndizikholelwa zonke izinto ezibekwe eMthethweni+ nezibhalwe kubaProfeti; Filipi 1:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Aba bamva bamvakalisa uKRISTU ngenxa yothando, kuba bayazi ukuba ndimiselwe ukuba ndithethelele+ iindaba ezilungileyo;
10 Ke kaloku waphendula uPawulos, yakunqwala kuye irhuluneli ukuba athethe, wathi: “Ndazi kakuhle ukuba olu hlanga belunawe njengomgwebi kangangeminyaka emininzi, yaye ke ngoko ndikulungele ukuzithethelela+ ngezinto ezingam,
14 Kodwa ndiyakuvuma oku kuwe, ukuba ndinikela inkonzo engcwele kuTHIXO wookhokho bakowethu+ ngokulandela indlela abayibiza ngokuba ‘lihlelo,’ njengoko ndizikholelwa zonke izinto ezibekwe eMthethweni+ nezibhalwe kubaProfeti;
16 Aba bamva bamvakalisa uKRISTU ngenxa yothando, kuba bayazi ukuba ndimiselwe ukuba ndithethelele+ iindaba ezilungileyo;