1 Korinte 15:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kuba kanye njengoko kuAdam bonke besifa,+ ngokunjalo nakuKRISTU bonke baya kwenziwa baphile.+ 2 Korinte 13:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Eneneni, wabethelelwa+ ngenxa yobuthathaka,+ kodwa uyaphila ngenxa yamandla kaThixo.+ Enyanisweni, sibuthathaka kunye naye, kodwa siya kuphila ndawonye naye+ ngenxa yamandla kaThixo+ kuni.
4 Eneneni, wabethelelwa+ ngenxa yobuthathaka,+ kodwa uyaphila ngenxa yamandla kaThixo.+ Enyanisweni, sibuthathaka kunye naye, kodwa siya kuphila ndawonye naye+ ngenxa yamandla kaThixo+ kuni.