INdumiso 119:46 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 46 Ndiza kuthetha ngezikhumbuzo zakho phambi kookumkani,+Andiyi kuba nazintloni.+ Roma 1:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kuba andinazintloni+ ngazo iindaba ezilungileyo; zona, enyanisweni, zingamandla kaThixo+ osindiso kuye wonk’ ubani onokholo,+ kumYuda kuqala+ kwanakumGrike;+ 2 Timoti 1:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngoko ke musa ukuba nazintloni ngobungqina obungeNkosi yethu,+ nangokuba libanjwa kwam ngenxa yayo,+ ndaweni yoko yiba nenxaxheba ekubandezelekeni+ ngenxa yeendaba ezilungileyo, ngokwamandla kaThixo.+
16 Kuba andinazintloni+ ngazo iindaba ezilungileyo; zona, enyanisweni, zingamandla kaThixo+ osindiso kuye wonk’ ubani onokholo,+ kumYuda kuqala+ kwanakumGrike;+
8 Ngoko ke musa ukuba nazintloni ngobungqina obungeNkosi yethu,+ nangokuba libanjwa kwam ngenxa yayo,+ ndaweni yoko yiba nenxaxheba ekubandezelekeni+ ngenxa yeendaba ezilungileyo, ngokwamandla kaThixo.+