Yohane 14:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 UYesu wathi kuye: “Ndim indlela+ nenyaniso+ nobomi.+ Akukho bani uzayo kuBawo ngaphandle kokuza ngam.+ Hebhere 9:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Ngoko ke kwakuyimfuneko ukuba intsobi+ yezinto ezisemazulwini ihlanjululwe ngale ndlela,+ kodwa kuzo zona izinto zasezulwini ngokwazo kufuneka imibingelelo elunge ngakumbi kunemibingelelo enjalo.
6 UYesu wathi kuye: “Ndim indlela+ nenyaniso+ nobomi.+ Akukho bani uzayo kuBawo ngaphandle kokuza ngam.+
23 Ngoko ke kwakuyimfuneko ukuba intsobi+ yezinto ezisemazulwini ihlanjululwe ngale ndlela,+ kodwa kuzo zona izinto zasezulwini ngokwazo kufuneka imibingelelo elunge ngakumbi kunemibingelelo enjalo.