IZenzo 14:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 besomeleza imiphefumlo yabafundi,+ bebakhuthaza ukuhlala elukholweni, besithi: “Simele singene ebukumkanini bukaThixo ngokuphumela kwiimbandezelo ezininzi.”+ Efese 3:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ngoko ke ndiyanicela ukuba ningayekeleli ngenxa yezi mbandezelo+ zam ngenxa yenu, kuba zona zithetha uzuko kuni.
22 besomeleza imiphefumlo yabafundi,+ bebakhuthaza ukuhlala elukholweni, besithi: “Simele singene ebukumkanini bukaThixo ngokuphumela kwiimbandezelo ezininzi.”+
13 Ngoko ke ndiyanicela ukuba ningayekeleli ngenxa yezi mbandezelo+ zam ngenxa yenu, kuba zona zithetha uzuko kuni.