1 Korinte 15:58 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 58 Ngenxa yoko, bazalwana bam abaziintanda, qinani,+ ningabi nakushukuma, nisoloko ninokuninzi kokwenza emsebenzini weNkosi,+ nisazi ukuba ukusebenza kwenu akulolize+ eNkosini. Galati 4:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ndiyanoyikela, hleze kuthi kanti ndifane ndabulaleka ngokungenanjongo+ ngenxa yenu. Filipi 2:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 nihleli nibambelele ngokuqinileyo kwilizwi lobomi,+ ukuze ndibe nesizathu sokugcoba ngemini kaKristu,+ ngokuba ndingabalekelanga ilize okanye ndasebenza nzima ngokulilize.+
58 Ngenxa yoko, bazalwana bam abaziintanda, qinani,+ ningabi nakushukuma, nisoloko ninokuninzi kokwenza emsebenzini weNkosi,+ nisazi ukuba ukusebenza kwenu akulolize+ eNkosini.
16 nihleli nibambelele ngokuqinileyo kwilizwi lobomi,+ ukuze ndibe nesizathu sokugcoba ngemini kaKristu,+ ngokuba ndingabalekelanga ilize okanye ndasebenza nzima ngokulilize.+