2 Timoti 4:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Mna sele ndigalelwa njengomnikelo othululwayo,+ yaye ixesha elililo lokukhululeka kwam+ likufuphi. 2 Petros 1:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 ndisazi njengoko kunjalo ukuba ukudilika komnquba wam kuza kwenzeka kamsinya,+ kanye njengoko kwaneNkosi yethu uYesu Kristu yandibonisayo.+
14 ndisazi njengoko kunjalo ukuba ukudilika komnquba wam kuza kwenzeka kamsinya,+ kanye njengoko kwaneNkosi yethu uYesu Kristu yandibonisayo.+