IZenzo 8:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 NoSimon ngokwakhe waba likholwa, yaye, emva kokubhaptizwa, wayesiba kunye noFilipu rhoqo;+ kwaye wayethe manga kukubona imiqondiso nemisebenzi yamandla emikhulu isenzeka. 1 Timoti 5:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Uze ungabeki nawuphi na umntu izandla+ ngokungxama;+ kanjalo ungabi nesabelo kwizono zabanye;+ zigcine unyulu.+
13 NoSimon ngokwakhe waba likholwa, yaye, emva kokubhaptizwa, wayesiba kunye noFilipu rhoqo;+ kwaye wayethe manga kukubona imiqondiso nemisebenzi yamandla emikhulu isenzeka.
22 Uze ungabeki nawuphi na umntu izandla+ ngokungxama;+ kanjalo ungabi nesabelo kwizono zabanye;+ zigcine unyulu.+