IZenzo 6:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 bababeka phambi kwabapostile, baza, emva kokuba bethandazile, bababeka izandla.+ IZenzo 14:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Ngaphezu koko, babamisela amadoda amakhulu+ kwibandla ngalinye baza, ngokuthandaza nokuzila ukutya,+ bawanikela kuYehova+ awayengamakholwa kuye. 1 Timoti 3:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 angabi ngumntu osandul’ ukuguquka,+ ngokoyikela ukuba angakhukhumala likratshi+ aze awele kumgwebo owadluliselwa kuMtyholi.+
23 Ngaphezu koko, babamisela amadoda amakhulu+ kwibandla ngalinye baza, ngokuthandaza nokuzila ukutya,+ bawanikela kuYehova+ awayengamakholwa kuye.
6 angabi ngumntu osandul’ ukuguquka,+ ngokoyikela ukuba angakhukhumala likratshi+ aze awele kumgwebo owadluliselwa kuMtyholi.+