Luka 8:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Yaye zambongoza+ ukuba angaziyaleli zimke ziye enzonzobileni.+ IZenzo 8:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Guquka, ke ngoko, kobu bubi bakho, uze ukhunge kuYehova+ ukuze, ukuba kunokwenzeka, ulixolelwe eli cebo lentliziyo yakho; ISityhilelo 20:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Yayiphosa enzonzobileni+ yaza yayivala, yayitywina, ukuze ingabi nakuzilahlekisa iintlanga kwakhona de kuphele iminyaka eliwaka. Emva koko iya kukhululwa ithuba elincinane.+
22 Guquka, ke ngoko, kobu bubi bakho, uze ukhunge kuYehova+ ukuze, ukuba kunokwenzeka, ulixolelwe eli cebo lentliziyo yakho;
3 Yayiphosa enzonzobileni+ yaza yayivala, yayitywina, ukuze ingabi nakuzilahlekisa iintlanga kwakhona de kuphele iminyaka eliwaka. Emva koko iya kukhululwa ithuba elincinane.+