1 Samuweli 25:41 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 Ngoko nangoko wesuka ke yena waqubuda ngobuso emhlabeni+ wathi: “Nali ikhobokazana lakho lokuba sisicakakazi sokuhlamba iinyawo+ zabakhonzi benkosi yam.”+ Yohane 13:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Emva koko wafaka amanzi esityeni waza waqala ukuhlamba iinyawo+ zabafundi nokuzomisa ngetawuli awayeyibhinqile. Yohane 13:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ngoko ke, ukuba mna, nangona ndiyiNkosi noMfundisi, ndihlambe iinyawo zenu,+ nani nifanele ukuhlambana iinyawo.+
41 Ngoko nangoko wesuka ke yena waqubuda ngobuso emhlabeni+ wathi: “Nali ikhobokazana lakho lokuba sisicakakazi sokuhlamba iinyawo+ zabakhonzi benkosi yam.”+
5 Emva koko wafaka amanzi esityeni waza waqala ukuhlamba iinyawo+ zabafundi nokuzomisa ngetawuli awayeyibhinqile.
14 Ngoko ke, ukuba mna, nangona ndiyiNkosi noMfundisi, ndihlambe iinyawo zenu,+ nani nifanele ukuhlambana iinyawo.+