Levitikus 16:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 “Woyicamagushela indawo engcwele ngenxa yokungahlambuluki+ koonyana bakaSirayeli nangenxa yokuvukela kwabo ezonweni zabo zonke;+ enjenjalo kwintente yokuhlangana, ehleliyo phakathi kwabo ekungahlambulukini kwabo.
16 “Woyicamagushela indawo engcwele ngenxa yokungahlambuluki+ koonyana bakaSirayeli nangenxa yokuvukela kwabo ezonweni zabo zonke;+ enjenjalo kwintente yokuhlangana, ehleliyo phakathi kwabo ekungahlambulukini kwabo.