IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 31:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Uze ubahlanganise abantu,+ amadoda nabafazi nabantwana nomphambukeli wakho osemasangweni akho, ukuze baphulaphule nokuze bafunde,+ bamoyike uYehova uThixo wenu,+ bakunyamekele ukuwenza onke amazwi alo mthetho.

  • Mateyu 18:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Kuba apho kukho ababini okanye abathathu abahlanganisene ndawonye egameni lam,+ ndilapho phakathi kwabo.”+

  • IZenzo 2:42
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 42 Kwaye baqhubeka bezinikela emfundisweni yabapostile nasekwabelaneni,+ ngokutya+ nasemithandazweni.+

  • IZenzo 20:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ngoko kwakukho izibane eziliqela kwigumbi eliphezulu+ apho sasihlanganisene khona.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share