Isaya 35:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Yomelezani izandla ezibuthathaka, niwaqinise amadolo agexayo.+ Roma 1:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 okanye, ukuze sikhuthazane+ elukholweni,+ olwenu kunye nolwam.