INdumiso 56:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ndikholosa ngoThixo. Andiyi koyika.+Unokundenza ntoni na umntu wasemhlabeni?+ INdumiso 118:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 UYehova usecaleni lam; andiyi koyika.+Angandenza ntoni na umntu wasemhlabeni?+ Daniyeli 3:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ukuba kumele kube njalo uThixo wethu esimkhonzayo, unako ukusihlangula. Uya kusihlangula ezikweni elivutha umlilo, nasesandleni sakho kumkani.+ Luka 12:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngaphezu koko, ndithi kuni, bahlobo bam,+ Musani ukuboyika abo babulala umzimba baze emva koku bangakwazi kwenza nantoni na engakumbi.+
17 Ukuba kumele kube njalo uThixo wethu esimkhonzayo, unako ukusihlangula. Uya kusihlangula ezikweni elivutha umlilo, nasesandleni sakho kumkani.+
4 Ngaphezu koko, ndithi kuni, bahlobo bam,+ Musani ukuboyika abo babulala umzimba baze emva koku bangakwazi kwenza nantoni na engakumbi.+