Hebhere 9:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 liya kuba nako ngakumbi kangakanani na ke lona igazi+ likaKristu, owathi ngomoya ongunaphakade wazinikela+ kuThixo engenasiphako, ukuhlambulula+ izazela zethu kwimisebenzi efileyo+ ukuze sinikele inkonzo engcwele+ kuThixo ophilayo? Hebhere 9:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ewe, phantse zonke izinto zihlanjululwa ngegazi+ ngokuvumelana noMthetho, yaye kungaphalalanga gazi,+ akubikho kuxolelwa.+
14 liya kuba nako ngakumbi kangakanani na ke lona igazi+ likaKristu, owathi ngomoya ongunaphakade wazinikela+ kuThixo engenasiphako, ukuhlambulula+ izazela zethu kwimisebenzi efileyo+ ukuze sinikele inkonzo engcwele+ kuThixo ophilayo?
22 Ewe, phantse zonke izinto zihlanjululwa ngegazi+ ngokuvumelana noMthetho, yaye kungaphalalanga gazi,+ akubikho kuxolelwa.+