IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Roma 12:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Musani ukutshivela emsebenzini wenu.+ Emoyeni ke vuthani.+ Yibani ngamakhoboka kaYehova.+

  • Kolose 3:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 kuba niyazi ukuba niya kuwamkela kuYehova+ umvuzo ofanelekileyo welifa.+ Yibani ngamakhoboka eNkosi, uKristu.+

  • 1 Tesalonika 1:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Kuba seyingabo abahamba bechaza ngotyelelo lwethu lokuqala phakathi kwenu nokulahla kwenu izithixo+ niguqukela kuThixo, ukuze nibe ngamakhoboka oThixo ophilayo+ noyinyaniso,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share