Mateyu 12:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Ngokomzekelo, othe wathetha ilizwi nxamnye noNyana womntu, uya kuxolelwa;+ kodwa othetha nxamnye nomoya oyingcwele, akayi kuxolelwa, kule nkqubo yezinto kwanakuleyo izayo.+ Yohane 9:41 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 UYesu wathi kubo: “Ukuba beniziimfama, ngeningenasono. Kodwa ngoku nithi, ‘Siyabona.’+ Isono senu+ sihleli.” Hebhere 6:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 kodwa abaye baphambuka,+ akunakwenzeka ukuba babuyiselwe enguqukweni,+ ngenxa yokuba bona ngokwabo bambethelela ngokutsha uNyana kaThixo baze bamhlazise esidlangalaleni.+
32 Ngokomzekelo, othe wathetha ilizwi nxamnye noNyana womntu, uya kuxolelwa;+ kodwa othetha nxamnye nomoya oyingcwele, akayi kuxolelwa, kule nkqubo yezinto kwanakuleyo izayo.+
41 UYesu wathi kubo: “Ukuba beniziimfama, ngeningenasono. Kodwa ngoku nithi, ‘Siyabona.’+ Isono senu+ sihleli.”
6 kodwa abaye baphambuka,+ akunakwenzeka ukuba babuyiselwe enguqukweni,+ ngenxa yokuba bona ngokwabo bambethelela ngokutsha uNyana kaThixo baze bamhlazise esidlangalaleni.+