Marko 3:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Noko ke, nabani na onyelisa umoya oyingcwele akanakuxolelwa naphakade, kodwa unetyala lesono sikanaphakade.”+ Luka 12:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Yaye wonk’ ubani otsho ilizwi elinxamnye noNyana womntu, uya kukuxolelwa oko; kodwa lowo unyelisa umoya oyingcwele akayi kukuxolelwa oko.+ Hebhere 10:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ukuba siqhelisela isono ngabom+ emva kokufumana ulwazi oluchanileyo lwenyaniso,+ akusekho mbingelelo wezono useleyo,+
29 Noko ke, nabani na onyelisa umoya oyingcwele akanakuxolelwa naphakade, kodwa unetyala lesono sikanaphakade.”+
10 Yaye wonk’ ubani otsho ilizwi elinxamnye noNyana womntu, uya kukuxolelwa oko; kodwa lowo unyelisa umoya oyingcwele akayi kukuxolelwa oko.+
26 Ukuba siqhelisela isono ngabom+ emva kokufumana ulwazi oluchanileyo lwenyaniso,+ akusekho mbingelelo wezono useleyo,+