IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 12:32
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 32 Ngokomzekelo, othe wathetha ilizwi nxamnye noNyana womntu, uya kuxolelwa;+ kodwa othetha nxamnye nomoya oyingcwele, akayi kuxolelwa, kule nkqubo yezinto kwanakuleyo izayo.+

  • Hebhere 6:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Kuba ngokubhekisele kwabo babeye bakhanyiselwa kwaba kanye qwaba,+ nabaye bangcamla isipho sesisa sasezulwini,+ nabaye baba nesabelo kumoya oyingcwele,+

  • Hebhere 6:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 kodwa abaye baphambuka,+ akunakwenzeka ukuba babuyiselwe enguqukweni,+ ngenxa yokuba bona ngokwabo bambethelela ngokutsha uNyana kaThixo baze bamhlazise esidlangalaleni.+

  • Hebhere 10:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Ukuba siqhelisela isono ngabom+ emva kokufumana ulwazi oluchanileyo lwenyaniso,+ akusekho mbingelelo wezono useleyo,+

  • 1 Yohane 5:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Ukuba umntu uthe wabona umzalwana wakhe esenza isono esingasingisi kufeni,+ makambongozele, yaye yena uya kumnika ubomi+ lowo wenze isono esingasingisi kufeni. Sikho ke nesono esisingisa ekufeni.+ Anditsho ukuthi makacelele sona.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share