Mateyu 12:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 “Ngenxa yoko ndithi kuni, Lonke uhlobo lwesono nokunyelisa baya kukuxolelwa abantu, kodwa ukunyelisa umoya akuyi kuxolelwa.+ Marko 3:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Noko ke, nabani na onyelisa umoya oyingcwele akanakuxolelwa naphakade, kodwa unetyala lesono sikanaphakade.”+ Luka 12:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Yaye wonk’ ubani otsho ilizwi elinxamnye noNyana womntu, uya kukuxolelwa oko; kodwa lowo unyelisa umoya oyingcwele akayi kukuxolelwa oko.+ Hebhere 6:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 kodwa abaye baphambuka,+ akunakwenzeka ukuba babuyiselwe enguqukweni,+ ngenxa yokuba bona ngokwabo bambethelela ngokutsha uNyana kaThixo baze bamhlazise esidlangalaleni.+ Hebhere 10:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ukuba siqhelisela isono ngabom+ emva kokufumana ulwazi oluchanileyo lwenyaniso,+ akusekho mbingelelo wezono useleyo,+
31 “Ngenxa yoko ndithi kuni, Lonke uhlobo lwesono nokunyelisa baya kukuxolelwa abantu, kodwa ukunyelisa umoya akuyi kuxolelwa.+
29 Noko ke, nabani na onyelisa umoya oyingcwele akanakuxolelwa naphakade, kodwa unetyala lesono sikanaphakade.”+
10 Yaye wonk’ ubani otsho ilizwi elinxamnye noNyana womntu, uya kukuxolelwa oko; kodwa lowo unyelisa umoya oyingcwele akayi kukuxolelwa oko.+
6 kodwa abaye baphambuka,+ akunakwenzeka ukuba babuyiselwe enguqukweni,+ ngenxa yokuba bona ngokwabo bambethelela ngokutsha uNyana kaThixo baze bamhlazise esidlangalaleni.+
26 Ukuba siqhelisela isono ngabom+ emva kokufumana ulwazi oluchanileyo lwenyaniso,+ akusekho mbingelelo wezono useleyo,+