Yohane 15:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Hlalani nimanyene nam, nam ndimanyene nani.+ Kanye njengoko isebe lingenakuzithwalela isiqhamo ngokwalo ngaphandle kokuba lihlale emdiliyeni, ngokufanayo nani aninako, ngaphandle kokuba nihlala nimanyene nam.+
4 Hlalani nimanyene nam, nam ndimanyene nani.+ Kanye njengoko isebe lingenakuzithwalela isiqhamo ngokwalo ngaphandle kokuba lihlale emdiliyeni, ngokufanayo nani aninako, ngaphandle kokuba nihlala nimanyene nam.+