Roma 3:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 UThixo wambeka njengomnikelo wocamagushelo+ ngokholo olusegazini lakhe.+ Oku kwakungokokuze abonise ubulungisa bakhe, ngenxa yokuba wayexolela izono+ ezenzeka kwixesha elidluleyo ngoxa uThixo wayenyamezele;+ 1 Timoti 2:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 lowo wazinikela waba yintlawulelo yabo bonke+—nto leyo ekuza kunikelwa ubungqina ngayo ngexesha elifanelekileyo. Hebhere 2:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ngenxa yoko wayebophelelekile ukuba abe “njengabazalwana” bakhe kwiinkalo zonke,+ ukuze abe nokuba ngumbingeleli omkhulu onenceba nothembekileyo kwizinto eziphathelele uThixo,+ ukuze anikele umbingelelo wokucamagushela+ izono zabantu.+ 1 Yohane 4:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngoko ayisithi esamthandayo uThixo, koko nguye owasithandayo waza wathumela uNyana wakhe njengombingelelo+ wokucamagushela+ izono zethu.+
25 UThixo wambeka njengomnikelo wocamagushelo+ ngokholo olusegazini lakhe.+ Oku kwakungokokuze abonise ubulungisa bakhe, ngenxa yokuba wayexolela izono+ ezenzeka kwixesha elidluleyo ngoxa uThixo wayenyamezele;+
6 lowo wazinikela waba yintlawulelo yabo bonke+—nto leyo ekuza kunikelwa ubungqina ngayo ngexesha elifanelekileyo.
17 Ngenxa yoko wayebophelelekile ukuba abe “njengabazalwana” bakhe kwiinkalo zonke,+ ukuze abe nokuba ngumbingeleli omkhulu onenceba nothembekileyo kwizinto eziphathelele uThixo,+ ukuze anikele umbingelelo wokucamagushela+ izono zabantu.+
10 Ngoko ayisithi esamthandayo uThixo, koko nguye owasithandayo waza wathumela uNyana wakhe njengombingelelo+ wokucamagushela+ izono zethu.+