Roma 12:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Yaye musani ukumilisa+ okwale nkqubo yezinto, kodwa guqukani ngokutshintsha ingqondo yenu,+ ukuze nikungqine ngokwenu+ ukulunga nokwamkeleka nokugqibelela kokuthanda+ kukaThixo. 1 Korinte 7:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 nabo balisebenzisayo eli hlabathi+ babe njengabangalisebenzisi ngokupheleleyo; kuba imeko yeli hlabathi iyatshintsha.+ Efese 5:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ngoko hlalani nikuphaphele ngokungqongqo ukuba indlela enihamba ngayo+ ingabi njengeyabantu abangezozilumko kodwa ibe njengeyezilumko,
2 Yaye musani ukumilisa+ okwale nkqubo yezinto, kodwa guqukani ngokutshintsha ingqondo yenu,+ ukuze nikungqine ngokwenu+ ukulunga nokwamkeleka nokugqibelela kokuthanda+ kukaThixo.
31 nabo balisebenzisayo eli hlabathi+ babe njengabangalisebenzisi ngokupheleleyo; kuba imeko yeli hlabathi iyatshintsha.+
15 Ngoko hlalani nikuphaphele ngokungqongqo ukuba indlela enihamba ngayo+ ingabi njengeyabantu abangezozilumko kodwa ibe njengeyezilumko,