Mateyu 10:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 “Khangelani! Ndinithuma njengezimvu phakathi kweengcuka;+ ngoko ke zingqineni nilumkile njengeenyoka+ ukanti nimsulwa njengamahobe.+ 1 Timoti 4:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kuba ingqeqesho yomzimba iyingenelo kancinane; kodwa lona uzinikelo lobuthixo+ luyingenelo kuzo zonke izinto,+ njengoko lusinika ithemba kobu bomi nakobo buzayo.+ 2 Timoti 2:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ngoko, zisabe iinkanuko zobutsha,+ uphuthume ubulungisa,+ ukholo, uthando, uxolo,+ kunye nabo babiza eNkosini ngentliziyo ehlambulukileyo.+
16 “Khangelani! Ndinithuma njengezimvu phakathi kweengcuka;+ ngoko ke zingqineni nilumkile njengeenyoka+ ukanti nimsulwa njengamahobe.+
8 Kuba ingqeqesho yomzimba iyingenelo kancinane; kodwa lona uzinikelo lobuthixo+ luyingenelo kuzo zonke izinto,+ njengoko lusinika ithemba kobu bomi nakobo buzayo.+
22 Ngoko, zisabe iinkanuko zobutsha,+ uphuthume ubulungisa,+ ukholo, uthando, uxolo,+ kunye nabo babiza eNkosini ngentliziyo ehlambulukileyo.+