Mateyu 24:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Kuba kuya kuvela ooKristu bobuxoki+ nabaprofeti bobuxoki+ yaye baya kunika imiqondiso emikhulu+ nemimangaliso ukuze balahlekise, ukuba kunokwenzeka, kwanabo banyuliweyo.+ IZenzo 20:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Ndiyazi ukuba emva kokumka kwam kuya kungena iingcuka ezicinezelayo+ phakathi kwenu yaye aziyi kuwuphatha ngemfesane umhlambi, 2 Petros 2:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Noko ke, kwakukho abaprofeti bobuxoki phakathi kwabantu, njengoko naphakathi kwenu kuya kubakho abafundisi bobuxoki.+ Bona kanye aba baya kungenisa ngasese amahlelo atshabalalisayo yaye baya kumkhanyela nomnini owabathengayo,+ bezizisela intshabalalo ekhawulezileyo. 1 Yohane 2:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Bantwana abaselula, sekulilixa lokugqibela,+ yaye, kanye njengoko nevayo ukuba umchasi-Kristu uyeza,+ nangoku sebevele babaninzi abachasi-Kristu;+ nto leyo esenza sazi ukuba sekulilixa lokugqibela. ISityhilelo 2:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 ‘Ndiyazazi izenzo zakho,+ nokusebenza nonyamezelo lwakho, nokuba akunako ukubathwala abantu ababi, nokuba wabavavanya+ abo bathi bangabapostile,+ kodwa bengengabo, waza wabafumana bengamaxoki.
24 Kuba kuya kuvela ooKristu bobuxoki+ nabaprofeti bobuxoki+ yaye baya kunika imiqondiso emikhulu+ nemimangaliso ukuze balahlekise, ukuba kunokwenzeka, kwanabo banyuliweyo.+
29 Ndiyazi ukuba emva kokumka kwam kuya kungena iingcuka ezicinezelayo+ phakathi kwenu yaye aziyi kuwuphatha ngemfesane umhlambi,
2 Noko ke, kwakukho abaprofeti bobuxoki phakathi kwabantu, njengoko naphakathi kwenu kuya kubakho abafundisi bobuxoki.+ Bona kanye aba baya kungenisa ngasese amahlelo atshabalalisayo yaye baya kumkhanyela nomnini owabathengayo,+ bezizisela intshabalalo ekhawulezileyo.
18 Bantwana abaselula, sekulilixa lokugqibela,+ yaye, kanye njengoko nevayo ukuba umchasi-Kristu uyeza,+ nangoku sebevele babaninzi abachasi-Kristu;+ nto leyo esenza sazi ukuba sekulilixa lokugqibela.
2 ‘Ndiyazazi izenzo zakho,+ nokusebenza nonyamezelo lwakho, nokuba akunako ukubathwala abantu ababi, nokuba wabavavanya+ abo bathi bangabapostile,+ kodwa bengengabo, waza wabafumana bengamaxoki.