Roma 12:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Uthando lwenu+ malungabi naluhanahaniso.+ Kwenyanyeni oko kungendawo,+ namathelani koko kulungileyo.+ Roma 13:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuba abo balawulayo bafanele boyikwe, kungekhona ngenxa yesenzo esilungileyo, kodwa ngenxa yesibi.+ Ngaba, ke ngoko, akufuni na ukuloyika igunya? Hlala usenza okulungileyo,+ yaye liya kukudumisa; 1 Petros 3:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 makakhwebuke kokubi,+ enze okulungileyo; makafune uxolo, aluphuthume.+
9 Uthando lwenu+ malungabi naluhanahaniso.+ Kwenyanyeni oko kungendawo,+ namathelani koko kulungileyo.+
3 Kuba abo balawulayo bafanele boyikwe, kungekhona ngenxa yesenzo esilungileyo, kodwa ngenxa yesibi.+ Ngaba, ke ngoko, akufuni na ukuloyika igunya? Hlala usenza okulungileyo,+ yaye liya kukudumisa;