1 Yohane 3:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Yiyo ke le indlela ababonakala ngayo abantwana bakaThixo nabantwana bakaMtyholi: Bonke abangaqhubekiyo besenza ubulungisa+ abaphumi kuThixo, kukwanjalo nangalowo ungamthandiyo umzalwana wakhe.+
10 Yiyo ke le indlela ababonakala ngayo abantwana bakaThixo nabantwana bakaMtyholi: Bonke abangaqhubekiyo besenza ubulungisa+ abaphumi kuThixo, kukwanjalo nangalowo ungamthandiyo umzalwana wakhe.+