IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IZenzo 20:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 kwaye phakathi kwenu kuya kusuka amadoda aze athethe izinto ezijijekileyo+ ukuze abatsale abafundi emva kwawo.+

  • 2 Tesalonika 2:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Makungabikho namnye unilukuhlayo nangaluphi na uhlobo, ngenxa yokuba ayiyi kuza ngaphandle kokuba kufike uwexuko+ kuqala, atyhileke+ umchasi-mthetho,+ unyana wentshabalalo.+

  • 2 Petros 2:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Noko ke, kwakukho abaprofeti bobuxoki phakathi kwabantu, njengoko naphakathi kwenu kuya kubakho abafundisi bobuxoki.+ Bona kanye aba baya kungenisa ngasese amahlelo atshabalalisayo yaye baya kumkhanyela nomnini owabathengayo,+ bezizisela intshabalalo ekhawulezileyo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share