Amosi 4:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “‘Ndanibhukuqa, njengokubhukuqa kukaThixo iSodom neGomora.+ Yaye naba njengesikhuni esixhwilwe emlilweni;+ kodwa anibuyelanga kum,’+ utsho uYehova. Zekariya 3:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Yandula ke [ingelosi+] kaYehova yathi kuSathana: “UYehova uyakukhalimela,+ wena Sathana, ewe, uYehova uyakukhalimela, lowo ukhetha iYerusalem!+ Lo akasosikhuni esixhwilwe emlilweni na?”+ Mateyu 18:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ukuba ke, isandla sakho okanye unyawo lwakho luyakukhubekisa, lunqumle ululahle kude;+ kulunge kanye ukuba ungene ebomini usisilima okanye usisiqhwala kunokuba uthi unezandla zozibini okanye iinyawo zombini uphoswe emlilweni ongunaphakade.+
11 “‘Ndanibhukuqa, njengokubhukuqa kukaThixo iSodom neGomora.+ Yaye naba njengesikhuni esixhwilwe emlilweni;+ kodwa anibuyelanga kum,’+ utsho uYehova.
2 Yandula ke [ingelosi+] kaYehova yathi kuSathana: “UYehova uyakukhalimela,+ wena Sathana, ewe, uYehova uyakukhalimela, lowo ukhetha iYerusalem!+ Lo akasosikhuni esixhwilwe emlilweni na?”+
8 Ukuba ke, isandla sakho okanye unyawo lwakho luyakukhubekisa, lunqumle ululahle kude;+ kulunge kanye ukuba ungene ebomini usisilima okanye usisiqhwala kunokuba uthi unezandla zozibini okanye iinyawo zombini uphoswe emlilweni ongunaphakade.+