IZenzo 7:53 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 53 nina enamkela uMthetho njengoko wawudluliselwa ziingelosi+ kodwa anawugcina.” Hebhere 12:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kodwa nina niye nasondela kwiNtaba yeZiyon+ nakwisixeko+ soThixo ophilayo, iYerusalem yasezulwini,+ namashumi amawaka eengelosi,+ ISityhilelo 13:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Laza lawuvula umlomo walo ngokunyelisa+ uThixo, ukuba linyelise igama lakhe nendawo yakhe yokuhlala, abo kanye bahlala ezulwini.+
22 Kodwa nina niye nasondela kwiNtaba yeZiyon+ nakwisixeko+ soThixo ophilayo, iYerusalem yasezulwini,+ namashumi amawaka eengelosi,+
6 Laza lawuvula umlomo walo ngokunyelisa+ uThixo, ukuba linyelise igama lakhe nendawo yakhe yokuhlala, abo kanye bahlala ezulwini.+