2 Korinte 11:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kuba ndiyanikhweletela ngekhwele lobuthixo,+ kuba ngokobuqu ndanithembisa ukunitshatisela+ kwindoda enye+ ukuze ndininikele ninjengentombi enyulu+ kuKRISTU.+ Yakobi 4:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Bakrexezikazindini,+ anazi na ukuba ubuhlobo kunye nehlabathi bubutshaba kunye noThixo?+ Nabani na, ke ngoko, ofuna ukuba ngumhlobo+ wehlabathi uzenza utshaba lukaThixo.+
2 Kuba ndiyanikhweletela ngekhwele lobuthixo,+ kuba ngokobuqu ndanithembisa ukunitshatisela+ kwindoda enye+ ukuze ndininikele ninjengentombi enyulu+ kuKRISTU.+
4 Bakrexezikazindini,+ anazi na ukuba ubuhlobo kunye nehlabathi bubutshaba kunye noThixo?+ Nabani na, ke ngoko, ofuna ukuba ngumhlobo+ wehlabathi uzenza utshaba lukaThixo.+