IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 22:35
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 35 Ingelosi kaYehova yathi kuBhileham: “Hamba nala madoda, kodwa uze uthethe into endiza kukuxelela yona kuphela.” Ngoko uBhileham waqhubeka ehamba neenkosana zikaBhalaki.

  • Numeri 23:11, 12
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 11 Emva koko wathi uBhalaki kuBhileham: “Yintoni le undenza yona? Ndikubizele ukuba uziqalekise iintshaba zam, kodwa wena uyazisikelela.”+ 12 UBhileham wathi: “Ngaba ndimele ndingathethi nantoni na uYehova athi mandiyithethe?”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share