-
Numeri 18:8, 9IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
8 UYehova waqhubeka wathi kuAron: “Ndikubeka ukuba ujonge yonke iminikelo enikwa mna.+ Ezinye izinto ezingcwele ezinikelwa ngamaSirayeli, ndizinike wena noonyana bakho, ibe ziza kuhlala zizezenu.+ 9 Nazi izinto eziza kuba zezakho kwezona zinto zingcwele eziyiminikelo etshiswayo: yonke iminikelo abayizisayo, equka iminikelo yokutya,+ iminikelo yabo yesono+ neminikelo yetyala,+ abayizisa kum. Le minikelo iza kuba yeyona nto ingcwele kuwe nakoonyana bakho.
-