Duteronomi 28:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 “Ukuba anilimameli ilizwi likaYehova uThixo wenu, ningayithobeli yonke imithetho nemimiselo endiniyalela yona namhlanje, zonke ezi ziqalekiso ziza kunifikela:+ Duteronomi 28:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 Isibhakabhaka senu siza kuba yikopolo, uze umhlaba ube yintsimbi.+ INdumiso 107:33, 34 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 33 Ujika imilambo ibe yintlango,Imithombo yamanzi ibe ngumhlaba owomileyo,+34 Nelizwe elineziqhamo libe lelomileyo,+Ngenxa yezinto ezimbi ezenziwa ngabo bahlala kulo.
15 “Ukuba anilimameli ilizwi likaYehova uThixo wenu, ningayithobeli yonke imithetho nemimiselo endiniyalela yona namhlanje, zonke ezi ziqalekiso ziza kunifikela:+
33 Ujika imilambo ibe yintlango,Imithombo yamanzi ibe ngumhlaba owomileyo,+34 Nelizwe elineziqhamo libe lelomileyo,+Ngenxa yezinto ezimbi ezenziwa ngabo bahlala kulo.