IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yeremiya 41:11
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 11 Xa uYohanan+ unyana kaKareya nazo zonke iintloko zemikhosi ezazikunye naye beva ngezinto ezimbi ezazenziwe nguIshmayeli unyana kaNetaniya,

  • Yeremiya 41:16
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 16 UYohanan unyana kaKareya nazo zonke iintloko zomkhosi ezazikunye naye babathatha bonke abantu baseMizpa ababesindiswe kuIshmayeli unyana kaNetaniya emva kokuba exabele uGedaliya+ unyana ka-Ahikam. Bathatha eGibheyon amadoda, amajoni, abafazi, abantwana namagosa endlu kakumkani.

  • Yeremiya 43:2
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 2 uAzariya unyana kaHoshaya noYohanan+ unyana kaKareya nawo onke amadoda anekratshi bathi kuYeremiya: “Uyaxoka! UYehova uThixo wethu akakuthumanga ukuba uthi, ‘Sanukuyokuhlala eYiputa.’

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share