Yeremiya 36:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 UYeremiya wabiza uBharuki+ unyana kaNeriya, wamxelela yonke into eyayithethwe nguYehova kuye, waza uBharuki wayibhala kumsongo.*+ Yeremiya 36:32 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 32 UYeremiya wathatha omnye umsongo wawunika uBharuki unyana kaNeriya, unobhala,+ yena wabhala kuwo amazwi awayewaxelelwa nguYeremiya awayekumsongo otshiswe nguKumkani uYehoyakim wakwaYuda.+ Kongezelelwa kuwo amazwi amaninzi anjengawo.
4 UYeremiya wabiza uBharuki+ unyana kaNeriya, wamxelela yonke into eyayithethwe nguYehova kuye, waza uBharuki wayibhala kumsongo.*+
32 UYeremiya wathatha omnye umsongo wawunika uBharuki unyana kaNeriya, unobhala,+ yena wabhala kuwo amazwi awayewaxelelwa nguYeremiya awayekumsongo otshiswe nguKumkani uYehoyakim wakwaYuda.+ Kongezelelwa kuwo amazwi amaninzi anjengawo.