Iphepha Lesibini
Ngaba Urhulumente Unokuluphelisa Ulwaphulo-mthetho? 3-11
Ngaba wena okanye abathandekayo bakho niye nachatshazelwa kabuhlungu lulwaphulo-mthetho? Kwanokuba akukhange kube njalo, nisaya kukuvuyela ukwazi ukuba kungekudala urhulumente uya kuluphe-lisa ulwaphulo-mthetho. Kodwa njani? Ibe ngu-wuphi loo rhulumente?
Ngaba Siya Kuphenduliswa Ngezenzo Zethu? 17-24
Namhlanje kukho utyekelo lokuthethelela indlela engamkelekiyo yokwenza izinto ngesingxengxezo sokuba, “Asilotyala lam!” Kwakhona kukho abaninzi abathi sibangelwa yimizila yemfuza ukuba siphile ubomi obutenxileyo yaye ngenxa yoko oko bakwenzayo kuyazenzekela.
[Inkcazelo Ngomfanekiso okwiphepha 2]
Cover and page 2 dome: U.S. National Archives photo