IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • w09 7/15 iphe. 1-2
  • Iziqulatho

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Iziqulatho
  • IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—2009
  • Imixholwana
  • AMANQAKU AZA KUFUNDWA NGEVEKI KA:
  • Injongo Yamanqaku Aza Kufundwa
  • KWAKULE NKUPHO:
IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—2009
w09 7/15 iphe. 1-2

Iziqulatho

Julayi 15, 2009

Uhlelo Lokufundisa

AMANQAKU AZA KUFUNDWA NGEVEKI KA:

Agasti 31, 2009–Septemba 6, 2009

Ukuzuza ‘Kuvimba Wobuncwane’

IPHEPHA 3

IINGOMA EMAZISETYENZISWE: 121, 105

Septemba 7-13, 2009

Zintsapho ZamaKristu—Landelani Umzekelo KaYesu!

IPHEPHA 7

IINGOMA EMAZISETYENZISWE: 205, 158

Septemba 14-20, 2009

Xelisa UYesu—Ufundise Ngothando

IPHEPHA 15

IINGOMA EMAZISETYENZISWE: 156, 215

Septemba 21-27, 2009

Xelisa UYesu—Ushumayele Ngesibindi

IPHEPHA 19

IINGOMA EMAZISETYENZISWE: 92, 148

Injongo Yamanqaku Aza Kufundwa

Inqaku Eliza Kufundwa 1 IPHEPHA 3-7

UYehova umema bonke abakhonzi bakhe ukuba bafune ubuncwane obuxabiseke kakhulu ‘obukuvimba’ onguKristu. Buyintoni obo buncwane? Sinokubufumana njani? Sinokuzuza njani kubo? Iimpendulo siza kuzifumana kweli nqaku.

Inqaku Eliza Kufundwa 2 IPHEPHA 7-11

Ukususela kwixesha lokudala, uYesu ebesoloko enomdla kakhulu kwimpilo-ntle yabantu. Eli nqaku libonisa indlela iimfundiso zikaYesu nomzekelo awawumiselayo ngoxa wayelapha emhlabeni ezinokusinceda ngayo sibe nolwalamano oluhle namalungu eentsapho zethu.

Amanqaku Aza Kufundwa 3, 4 IPHEPHA 15-23

Yintoni eyabangela ukuba uYesu abe ngumfundisi ophumelelayo? Ngaphezu koko, wayemthanda uYehova, ebathanda abantu, yaye esithanda isigidimi awayeshumayela ngaso. Ngenxa yolo thando washumayela ngesibindi nakuba wayechaswa. La manqaku aza kuxubusha ngendlela esinokumxelisa ngayo uYesu, sibe ngabafundisi abanothando nabashumayeli abanesibindi.

KWAKULE NKUPHO:

Ngaba Uyayilandela “Indlela Egqwesileyo” Yothando?

IPHEPHA 12

Ndaqalisa ‘Ukukhumbula UMdali Wam Ozukileyo’ Kwiminyaka Engama-90 Eyadlulayo

IPHEPHA 24

Sebenzisanani Ukuze Intsapho Yenu Yenze Inkqubela Ngokomoya

IPHEPHA 28

Yamkela Ngombulelo—Uphe Ngokusuka Entliziyweni

IPHEPHA 29

Imbewu Yenyaniso Ifikelela Kwimimandla Ekwanti

IPHEPHA 32

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share