Iziqulatho
Meyi 15, 2010
Uhlelo Lokufundisa
AMANQAKU AZA KUFUNDWA NGEVEKI KA:
Juni 28, 2010–Julayi 4, 2010
Madoda, Ngaba Niyazithoba Kubuntloko bukaKristu?
IPHEPHA 8
IINGOMA EMAZISETYENZISWE: 5 [205], 123 [101]
Julayi 5-11, 2010
Bafazi, Kutheni Nifanele Nizithobe Kubuntloko?
IPHEPHA 12
IINGOMA EMAZISETYENZISWE: 86 [82], 120 [139]
Julayi 12-18, 2010
Bazalwana—Hlwayelelani Umoya Nize Nizabalazele Ubuveleli!
IPHEPHA 24
IINGOMA EMAZISETYENZISWE: 45 [123], 11 [51]
Julayi 19-25, 2010
Musani Ukuwenza Buhlungu Umoya Oyingcwele KaYehova
IPHEPHA 28
IINGOMA EMAZISETYENZISWE: 71 [108], 26 [138]
Iinjongo Yamanqaku Aza Kufundwa
AMANQAKU AZA KUFUNDWA 1, 2 IPHEPHA 8-17
Inqaku lokuqala libonisa indlela ekubaluleke ngayo ukuba amadoda azithobe kwiNtloko yawo, uKristu, nokuba amxelise kwindlela aphatha ngayo abanye. Inqaku lesibini lichaza indlela abafazi abangamaKristu abafanele baliqonde ngayo ibinzana elithi: “Intloko yomfazi yindoda.”
AMANQAKU AZA KUFUNDWA 3, 4 IPHEPHA 24-32
Abantu abaninzi namhlanje abanawo umoya wokuzincama. Inqaku lokuqala lilungiselelwe ukunceda amadoda abhaptiziweyo ukuba acinge ngokuzabalazela ukuba zizicaka zolungiselelo okanye abadala. Inqaku lesibini lichaza indlela esinokukuphepha ngayo ukuwenza buhlungu umoya kaThixo.
KWAKULE NKUPHO:
AmaKristu Okuqala NooThixo BaseRoma 3
Kutheni Sifanele Sibahlonele Abakhulileyo? 6
Hlala Uqinile Ngokomoya Ngoxa Unyamekela Isalamane Sakho Esigulayo 17
IHaran—Isixeko Samandulo Ekwakuphithizela Kuso 20
Qhubeka Usebenzisa Amandla Akho Okuqonda 22