Iziqulatho
Novemba 15, 2011
Uhlelo Lokufundisa
AMANQAKU AZA KUFUNDWA NGEVEKI:
KaDisemba 26, 2011–Januwari 1, 2012
IPHEPHA 6
IINGOMA EMAZISETYENZISWE: 133, 23
KaJanuwari 2-8, 2012
Ukuze Ufumane Ubomi Noxolo, Hamba Ngokuvumelana Nomoya
IPHEPHA 10
IINGOMA EMAZISETYENZISWE: 83, 120
KaJanuwari 9-15, 2012
“Abemi Bokwexeshana” Kwihlabathi Elingendawo
IPHEPHA 16
IINGOMA EMAZISETYENZISWE: 40, 85
KaJanuwari 16-22, 2012
Nceda Amadoda Enze Inkqubela Yokomoya
IPHEPHA 24
IINGOMA EMAZISETYENZISWE: 123, 95
KaJanuwari 23-29, 2012
Qeqesha Abanye Bazabalazele Iimbopheleleko
IPHEPHA 28
IINGOMA EMAZISETYENZISWE: 45, 10
Injongo Yamanqaku Aza Kufundwa
INQAKU ELIZA KUFUNDWA 1 IPHEPHA 6-10
Ngaba ungenelwa ngokupheleleyo kwilungiselelo likaThixo lomthandazo? Khawuve indlela umthandazo onokukunceda ngayo njengoko umelana neemeko ezixinezelayo, usenza izigqibo ezibalulekileyo okanye uxhathisa izilingo.
INQAKU ELIZA KUFUNDWA 2 IPHEPHA 10-14
Umpostile uPawulos waxelela amaKristu aseRoma ngento awayefanele anikele ingqalelo kuyo ukuze azuze ubomi noxolo. Khawuve indlela oya kungenelwa ngayo kwisiluleko awasinika loo maKristu.
INQAKU ELIZA KUFUNDWA 3 IPHEPHA 16-20
Njengoko kubonisiwe kweli nqaku, amadoda athembekileyo amandulo ayephila ‘njengabemi bokwexeshana.’ Kanti nabafundi bakaYesu bokuqala babephila ngaloo ndlela. Kodwa kuthekani ngamaKristu enene namhlanje? Khawuve oko kuthethwa kukuhlala njengabemi bokwexeshana kweli hlabathi lingendawo.
AMANQAKU AZA KUFUNDWA 4, 5 IPHEPHA 24-32
Kukho imfuneko yamadoda anokukhokela kwizinto zokomoya. UYesu wanceda amadoda amaninzi ukuba amkele iindaba ezilungileyo aze afanelekele amalungelo enkonzo. Xa sifunda ngeendlela awayewafundisa ngazo, siza kubona indlela esinokuwanceda ngayo amadoda esidibana nawo entsimini nendlela esinokuwanceda ngayo amadoda abhaptiziweyo ebandleni ukuba azabalazele iimbopheleleko kwintlangano kaYehova.
KWAKULE NKUPHO
3 UYehu Ulwela Unqulo Olunyulu
15 “Ndinesiphene Okwangoku Kodwa Asisayi Kuhlala Sikho!”
22 Ngaba Ufumana Uvuyo ‘Kwilungelo Lokunikela Ngobubele’?