Iziqulatho
Januwari 15, 2013
© 2013 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania. All rights reserved.
UHLELO LOKUFUNDISA
FEBRUWARI 25, 2013–MATSHI 3, 2013
IPHEPHA 7 • IINGOMA: 60, 23
MATSHI 4-10, 2013
Ungavumeli Nantoni Na Ikwahlukanise NoYehova
IPHEPHA 12 • IINGOMA: 106, 51
MATSHI 11-17, 2013
IPHEPHA 17 • IINGOMA: 52, 65
MATSHI 18-24, 2013
Ukukhonza Ngaphandle Kokuzisola
IPHEPHA 22 • IINGOMA: 91, 39
MATSHI 25-31, 2013
Abadala—‘Abasebenzi Abangamadlelane Ukuze Sibe Novuyo’
IPHEPHA 27 • IINGOMA: 123, 53
AMANQAKU AZA KUFUNDWA
▪ Yiba Nesibindi—UYehova Unawe!
Abakhonzi bakaThixo abaninzi esifunda ngabo eBhayibhileni babenokholo nesibindi. Ukuhlolisisa izinto ezabehlelayo, kuya kulomeleza ukholo lwethu size sikhonze uYehova ngesibindi. Le ngxubusho iza kubalaselisa umxholo wethu wonyaka wowama-2013.
▪ Ungavumeli Nantoni Na Ikwahlukanise NoYehova
▪ Hlala Usondele KuYehova
Zininzi izinto esingenakuzikhethela zona ebomini, njengabantu abasizalayo, esizalwa nabo nendawo esizalelwa kuyo. Kodwa akunjalo ngolwalamano esiba nalo noYehova. Sithi abazikhethelayo enoba siyalufuna okanye asilufuni. La manqaku aza kuxubusha iinkalo ezisixhenxe zobomi esingamele sivumele nayiphi na kuzo isahlukanise noYehova.
▪ Ukukhonza Ngaphandle Kokuzisola
Sonke sikhe sazenza izinto esizisolayo ngazo. Kodwa asimele sivumele oko kuzisola kusenze singakwazi ukukhonza uThixo. Kweli nqaku, siza kufunda ngomzekelo kaPawulos nendlela esinokuqhubeka ngayo sikhonza uYehova ngaphandle kokuzisola.
▪ Abadala—‘Abasebenzi Abangamadlelane Ukuze Sibe Novuyo’
Kwincwadi yesibini eya kwabaseKorinte, uPawulos wachazela ukuba yena nabo wayesebenza nzima nabo ‘babengabasebenzi abangamadlelane ukuze [abaseKorinte] babe novuyo.’ (2 Kor. 1:24) Abadala bamele bavakalelwe njani ngala mazwi? Kwelinye icala, yintoni enokwenziwa ngumntu ngamnye kuthi ukuze kubekho uvuyo ebandleni? Eli nqaku liza kuphendula le mibuzo.
KWAKULE NKUPHO
3 Bazinikela Ngokuzithandela—ENorway
32 Iphulo Elicetywe Kakuhle Lithwala Isiqhamo
KWIPHEPHA LOKUQALA: Kwiveranda yomzi oseCamp Perrin, isibini esidla umhlala-phantsi siqhuba isifundo seBhayibhile. Bambi abantu baseHaiti ababekade behlala phesheya kweelwandle, njengesi sibini, babuyela apho ukuze bancedise kwezo ndawo kufuneka abavakalisi abangakumbi beendaba ezilungileyo
EHAITI
UMLINGANISELO WABAVAKALISI KUBEMI BASEHAITI
1:557
ABAVAKALISI
17 954
IZIFUNDO ZEBHAYIBHILE
35 735