Iziqulatho
Julayi 15, 2014
© 2014 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
AMANQAKU AZA KUFUNDWA
SEPTEMBA 1-7, 2014
IPHEPHA 7 • IINGOMA: 63, 66
SEPTEMBA 8-14, 2014
Abantu BakaYehova ‘Bayayilahla Intswela-Bulungisa’
IPHEPHA 12 • IINGOMA: 64, 61
SEPTEMBA 15-21, 2014
IPHEPHA 23 • IINGOMA: 31, 92
SEPTEMBA 22-28, 2014
IPHEPHA 28 • IINGOMA: 102, 103
AMANQAKU AZA KUFUNDWA
▪ “UYehova Uyabazi Abakhe”
▪ Abantu BakaYehova ‘Bayayilahla Intswela-Bulungisa’
La manqaku achaza oko sikufunda kweyesi-2 kuTimoti 2:19, ibe abonisa indlela esidibana ngayo esi sibhalo neziganeko zomhla kaMoses. Funda ngendlela amaKristu namhlanje anokubonisa ngayo ukuba ‘angakaYehova’ nokuba ‘ayayilahla intswela-bulungisa.’
▪ “Ningamangqina Am”
▪ “Niya Kuba Ngamangqina Am”
Kula manqaku siza kubona intsingiselo yokuba sibizwe ngokuba singamaNgqina kaYehova. Funda ngendlela ukuba neqhayiya ngokuba ngamangqina kaYehova noYesu ekusishukumisa ngayo ukuba siwenze ngenzondelelo umsebenzi wethu wokushumayela size sizukise uThixo noKristu ngendlela esiziphatha ngayo.
KWAKULE MBONISELO
KWIPHEPHA LOKUQALA: Besebenzisa incwadi ethi Yintoni Ngokwenene Efundiswa YiBhayibhile? oodade ababini bashumayela kumabhinqa amabini amaNdebele anxibe iimpahla zawo. Bonke bahleli phambi kwendlu eqhelekileyo yamaNdebele. AmaNdebele ayi-2 pesenti nje kuphela kubemi baseMzantsi Afrika
EMZANTSI AFRIKA
ABEMI
50 500 000
INCOPHO YABAVAKALISI
94 101
ABAVAKALISI ABATHETHA ISINDEBELE
1 003