IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • w18 Aprili iphe. 2
  • Iziqulatho

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Iziqulatho
  • IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova (Efundwayo)—2018
  • Imixholwana
  • Iziqulatho
IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova (Efundwayo)—2018
w18 Aprili iphe. 2

Iziqulatho

IVEKI KAJUNI 4-10, 2018

3 Indlela Yokufumana Inkululeko Yenene

IVEKI KAJUNI 11-17, 2018

8 Khonza UYehova, UThixo Wenkululeko

Abantu emhlabeni wonke balwela ukukhululeka. AmaKristu afanele ayijonge njani inkululeko? La manqaku mabini aza kusinceda sibone ukuba yintoni inkululeko yenene, singayifumana njani, nokuba singayisebenzisa njani ukuze isincede size sincede nabanye. Eyona nto ibalulekileyo, siza kufunda nokuba singamhlonela njani uYehova uThixo wenkululeko yenene.

13 Bazalwana Abamiselweyo​—Fundani KuTimoti

IVEKI KAJUNI 18-24, 2018

15 Xelisa UYehova​—UThixo Okhuthazayo

IVEKI KAJUNI 25, 2018–JULAYI 1, 2018

20 Masikhuthazane ‘Nangakumbi’

La manqaku aza kusibonisa ukuba uYehova ebesoloko ebakhuthaza abakhonzi bakhe ibe nabo bebebakhuthaza abantu kangangeminyaka. Siza kubona ukuba kutheni ngoku kubalulekile ukuba sikhuthazane.

IVEKI KAJULAYI 2-8, 2018

25 Lutsha, Ningatshintshi Kwizinto Enizimisele Ukuzenzela UYehova!

Ulutsha olusemabandleni ethu luyancedakala xa luzimisele ukuvuyisa uYehova. Eli nqaku liza kusichazela izizathu zokugqiba usemncinci ngezinto oza kumenzela zona uThixo nezokujonga intsimi njengeyona nto ibalulekileyo.

30 Imibuzo Evela Kubafundi

32 Imibuzo Evela Kubafundi

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share