Ucwangciso Lwesikolo Sobulungiseleli Sobuthixo Lowe-1999
Imiyalelo
Ebudeni bowe-1999 kuza kusetyenziswa ucwangci-so olulandelayo ekuqhubeni iSikolo Sobulungiseleli Sobuthixo.
IINCWADI ZESIKOLO: INguqulelo Yehlabathi Eli-tsha YeZibhalo ZamaKristu ZesiGrike [bi7-XO], IMboniselo [w-XO], uVukani! [p-XO] “Sonke ISi-bhalo Siphefumlelwe NguThixo Kwaye Siyingenelo” [si-XO], Imfihlelo Yolonwabo Lwentsapho (fy-XO] ne-thi “Imixholo YeBhayibhile Yengxubusho“ njengoko ifumaneka kwiNguqulelo Yelilabathi Elitsha YeZi-bhalo ZamaKristu ZesiGrike ziya kusekelwa kuzo iintetho.
Isikolo sifanele siqalise KWANGEXESHA ngengo-ma nomthandazo namagqabaza olwamkelo, size ke siqhubeke ngokulandelayo:
INTETHO YOKU-1: Imizuzu eli-15. Le ntetho ifanele isingathwe ngumdala okanye sisicaka solu-ngiselelo, yaye iya kusekelwa kwiMboniselo, uVukani!, okanye kwethi “Sonke ISibhalo Siphefu-mlelwe NguThixo Kwaye Siyingenelo.” Xa isekelwe kwiMbomseZo okanye uVukani!, le ntetho ifanele inikelwe njengentetho efundisayo yemizuzu eli-15 kungabikho mibuzo yempinda; xa isekelwe kwi-ncwadi ethi “Sonke ISibhalo,” ifanele inikelwe njengentetho efundisayo yemizuzu eli-10 ukusa kweli-12 ilandelwe yimizuzu emi-3 ukusa kwe-mi-5 yemibuzo yempinda, kusetyenziswa imibuzo eshicilelweyo ekuloo mpapasho. Injongo ayifanele ibe kukugubungela nje umbandela kodwa imele ibe kukutsalela ingqalelo ekuxabisekeni okusebenzise-kayo kwenkcazelo exutyushwayo, kubalaseliswa oko kuya kuba luncedo ebandleni. Kufanele kusetyenzi-swe umxholo obonisiweyo.
Abazalwana ababelwa le ntetho bafanele bakuphaphele ukugcina ixesha elimisiweyo. Kuse-nokunikelwa isiluleko ngasese ukuba kuyimfuneko okanye ukuba isithethi siye sakucela oko.
IIMBALASANE ZOKUFUNDWA KWEBHAYI-BHILE: Imizuzu emi-6. Le mayisingathwe ngumdala okanye isicaka solungiselelo esiya kuwusebenzisa ngokuphumelelayo umbandela kwiimfuno zaseku-hlaleni. Ayifanele nje ibe kukushwankathelwa kofundo olwabelweyo. Usenokuchaza okuqulethwe zizahluko ozabelweyo kangangemizuzwana engama-30 ukusa kwengama-60. Noko ke, injongo eyintloko kukunceda abaphulaphuli baqonde isizathu kunye nendlela loo nkcazelo exabiseke ngayo kuthi. Uya kwandula ke umveleli wesikolo ayalele abafundi baye kumagumbi abo esikolo awahlukeneyo.
INTETHO YESI-2: Imizuzu emi-5. Olu lufundo lweBhayibhile lombandela owabelweyo olumele lwenziwe ngumzalwana. Luya kwenziwa kwisikolo esikhulu nakumaqela amancinane. Ngokuqhe-lekileyo izabelo ezifundwayo zisoloko zizifutshane ngokwaneleyo ukuvumela amagqabaza omfundi okuvula nawokuvala. Kusenokuqukwa imvela-phi engokwembali, intsingiselo engokwesiprofeto okanye engokwemfundiso nokusetyenziswa kwemi-gaqo. Zonke iindinyana ezabelweyo zifanele zifundwe ngaphandle kokunqumama. Kambe ke, xa iindi-nyana abelwe ukuba azimnde ziqhawuka, umfundi usenokuchaza indinyana aya kuqhubeka efunda kuyo.
INTETHO YESI-3: Imizuzu emi-5. Le iya kwabe-lwa udade. Umbandela wale ntetho uya kusekelwa kwincwadi ethi Imfihlelo Yolonwabo Lwentsapho okanye “Imixholo YeBhayibhile Yengxubusho“ nje-ngoko ifumaneka kwiNguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo ZamaKristu ZesiGrike. Indlela ecetywe ngayo isenokuba bubungqina obungacwangciswa-nga, ibuyelo, okanye isifundo seBhayibhile sekhaya, okanye ezinye inkalo zenkonzo yasentsimini. Kwezinye iimeko, isenokuquka umzali owabelana nomntwana oselula ngenkcazelo ethile. Abo ba-nenxaxheba basenokuhlala phantsi okanye beme ngeenyawo. Umveleli wesikolo uya kuba nom-dla ngokukodwa kwindlela umfundi amnceda ngayo umninimzi aqiqe aze awuqonde umbandela nendlela izibhalo ezisetyenziswe ngayo. Umfundi owabelwe le ntetho ufanele akwazi ukufunda. Omnye um-ncedisi uya kulungiselelwa ngumveleli wesikolo, kodwa kusenokusetyenziswa abancedisi abangaku-mbi. Umfundi usenokugqiba enoba umninimzi ufanele azifunde ngokwakhe iziqendu ezithile kule ncwadi okanye angenzi njalo kusini na xa be-xubusha incwadi ethi Ulonwabo Lwentsapho. Into efanele iqwalaselwe ngokuyintloko asilohlobo eza kunikelwa ngalo kodwa kukusetyenziswa ngoku-phumelelayo kombandela.
INTETHO YESI-4: Imizuzu emi-5. Le iya kwa-belwa umzalwana okanye udade. Iya kusekelwa kwincwadi ethi Imfihlelo Yolonwabo Lwentsapho okanye “Imixholo YeBhayibhile Yengxubusho“ nje-ngoko ifumaneka kvriNguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo ZamaKristu ZesiGrike. Xa yabelwe umza-lwana, ifanele ibe yintetho kubaphulaphuli. Bekuya kuba kuhle ukuba umzalwana ayilungiselele intetho yakhe ecinga ngabaphulaphuli abakwiHolo yoBuku-mkani ukuze ibe nemfundiso ngokwenene yaye ibe yingenelo kwabo bayiphulaphuleyo. Xa le ntetho ya-belwe udade, umbandela ufanele unikelwe ngendlela ekuboniswe ngayo kwiNtetho yesi-3.
“UCWANGCISO OLONGEZELELEKILEYO LO-KUFUNDWA KWEBHAYIBHILE: Olu fundo lufakwe kwizibiyeli emva kwengoma yeveki nga-nye. Ngokulandela olu cwangciso, ufunde malunga namaphepha alishumi ngeveki, yonke iBhayibhile unokuyifunda uyigqibe ngeminyaka nje emithathu. Akukho zinxalenye zocwangciso lwesikolo okanye zempinda ebhalwayo eziya kusekelwa kolu cwangci-so longezelelekileyo lofundo.
PHAWULA: Ukuze ufumane inkcazelo nemiya-lelo eyongezelelekileyo ngesiluleko, ubambo-xesha, iimpinda ezibhalwayo nokulungiselela iintetho, nceda ubone iphepha 5 loBulungiseleli Bethu BoBukumkani bukaOktobha 1996.
UCWANGCISO
Jan. 4 Ukufundwa kweBhayibhile: ISityhilelo 16-18
No. 1: Indlela UThixo Awayiphefumlela Ngayo IBhayibhile (w91-XO 6/15 iphe. 4-8)
No. 2: ISityhilelo 16:1-16
No. 3: Khusela Umntwana Wakho Kwiingozi (fy-XO iphe. 61-3 isiqe. 24-8)
No. 4: td-XO 31B Yintoni Umahluko Phakathi Komphefumlo Nomoya?
Jan. 11 Ukufundwa kweBhayibhile: ISityhilelo 19-22
No. 1: ISityhilelo—Isizathu Sokuba Sibe Yingenelo (si-XO iphe. 268-9 isiqe. 28-34)
No. 2: ISityhilelo 22:1-15
No. 3: Bazali—Gcinani Unxibelelwano Lukhululekile (fy-XO iphe. 64-6 isiqe. 1-7)
No. 4: Yintoni Umoya Oyingcwele?
Jan. 18 Ukufundwa kweBhayibhile: Genesis 1-3
No. 1: Intshayelelo YeGenesis (si-XO iphe. 13-14 isiqe. 1-8)
No. 2: Genesis 1:1-13
No. 3: Fundisa Abantwana Irnilinganiselo Yokuziphatha Neyokomoya (fy-XO iphe. 67-70 isiqe. 8-14)
No. 4: Kutheni Amandla Obomi Ebizwa Ngokuba Ngumoya?
Jan. 25 Ukufundwa kweBhayibhile: Genesis 4-6
No. 1: KulumkeleUkucingelaUkuba Abanye Baneentshukumisa Ezimbi (w91-XO 5/15 iphe. 26-9)
No. 2: Genesis 4:1-16
No. 3: Isizathu Sokuba Uqeqesho Nentlonelo Zibalulekile (fy-XO iphe. 71-2 isiqe. 15-18)
No. 4: Ukusebenzelana Nemimoya Makucekiswe Njengomsebenzi Weedemon
Feb. 1 Ukufundwa kweBhayibhile: Genesis 7-9
No. 1: Ingxelo YeBhayibhUe YoMkhukulaYinyaniso (g97-XO 2/8 iphe. 18-19)
No. 2: Genesis 7:1-16
No. 3: Fundisa Abantwana Imbono Yobuthixo Ngomsebenzi Nomdlalo (fy-XO iphe. 72-5 isiqe. 19-25)
No. 4: UThixo, UYise, NguMntu Omnye, Oyena Mkhulu Kwindalo Iphela
Feb. 8 Ukufundwa kweBhayibhile: Genesis 10-12
No. 1: Inyaniso Ngokuxoka (g97-XO 3/8 iphe. 17-19)
No. 2: Genesis 12:1-20
No. 3: Imvukelo Yomntwana Noonobangela Bayo (fy-XO iphe. 76-9 isiqe. 1-8)
No. 4: UNyana Wayengaphantsi KuYise Ngaphambi Nasemva Kokuza Emhlabeni
Feb. 15 Ukufundwa kweBhayibhile: Genesis 13-15
No. 1: Ubuthathaka Bomntu Buphakamisa Amandla KaYehova (w97-XO 6/1 iphe. 24-7)
No. 2: Genesis 14:8-20
No. 3: Ubunye BukaThixo NoKristu
No. 4: Musa Ukuyekelela Okanye Ube Ngqongqo Ngokugqithiseleyo (fy-XO iphe. 80-1 isiqe. 9-13)
Feb. 22 Ukufundwa kweBhayibhile: Genesis 16-19
No. 1: Oko KutyhilwaYimithandazo Yakho (w97-XO 7/1 iphe. 27-30)
No. 2: Genesis 18:1-15
No. 3: Ukwanelisa Iintswelo Ezisisiseko Zomntwana Kunokuyithintela Imvukelo (fy-XO iphe. 82-4 isiqe. 14-18)
No. 4: Umoya Oyingcwele KaThixo Ungamandla Akhe Asebenzayo
Mat. 1 Ukufundwa kweBhayibhile: Genesis 20-23
No. 1: Indlela Onokusiqeqesha Ngayo Isazela Sakho (w97-XO 8/1 iphe. 4-6)
No. 2: Genesis 23:1-13
No. 3: Ngubani Onetyala Ngokubandezeleka Kwehlabathi?
No. 4: Iindlela Zokunceda Umntwana Ophambukayo (fy-XO iphe. 85-7 isiqe. 19-23)
Mat. 8 Ukufundwa kweBhayibhile: Genesis 24-25
No. 1: Yintoni Le Isikhulula Kuyo Inyaniso? (w97-XO 2/1 iphe. 4-7)
No. 2: Genesis 24:1-4, 10-21
No. 3: Kutheni UThixo Evumele Ubungendawo?
No. 4: Ukusingatha Imeko Yomvukeli Ongazimiselanga Kutshintsha (fy-XO iphe. 87-9 isiqe. 24-7)
Mat. 15 Ukufundwa kweBhayibhile: Genesis 26-28
No. 1: IndawoYomculo Kunqulo Lwanamhlanje (w97-XO 2/1 iphe. 24-8)
No. 2: Genesis 26:1-14
No. 3: Khusela IntsaphoYakho Kwiimpembelelo Ezitshabalalisayo (fy-XO iphe. 90-2 isiqe. 1-7)
No. 4: Ixesha Elandisiweyo Lesiphelo Lilungiselelo
Lenceba
Mat. 22 Ukufundwa kweBhayibhile: Genesis 29-31
No. 1: Umhlaba Awuyi Kuphelela Emlilweni (g91-XO 1/8 iphe. 30-1)
No. 2: Genesis 31:1-18
No. 3: Isicombululo Ekubandezelekeni Kwehlabathi Asiphumi Bantwini
No. 4: Imbono KaThixo Ngesini (fy-XO iphe. 92-4 isiqe. 8-13)
Mat. 29 Ukufundwa kweBhayibhile: Genesis 32-35
INgoma 143 [*Ezra 8-Nehemiya 4]
No. 1: Ukuphiiiswa Ngokungummangaliso NguThixo—Nini? (w91-XO 7/1 iphe. 4-7)
No. 2: Genesis 35:1-15
No. 3: Nceda Abantwana Bakho Bakhethe Abahlobo Abalungileyo (fy-XO iphe. 95-7 isiqe. 14-18)
No. 4: Onke AmaKristu Amele Anikele Ubungqina
Apr. 5 Ukufundwa kweBhayibhile: Genesis 36-38
No. 1: Usindiso—Oko Lukuthethayo Ngokwenene (w91-XO 8/15 iphe. 4-7)
No. 2: Genesis 38:6-19,24-26
No. 3: Kutheni Kukho Imfuneko Yokutyelela Ngokuphindiweyo Nokuqhubeka Nobungqina?
No. 4: Ukukhetha Ukuzihlaziya Kwentsapho Okwakhayo (fy-XO iphe. 97-102 isiqe. 19-27)
Apr. 12 Ukufundwa kweBhayibhile: Genesis 39-41
INgoma 34 [*Nehemiya 12-Estere 5]
No. 1: Kutheni UmeleUbuxeleUbubi? (w97-XO 8/15 iphe. 26-9)
No. 2: Genesis 40:1-15
No. 3: Iingongoma EzingokweZibhalo Kwiintsapho Ezinomzali Ongenaqabane Lomtshato (fy-XO iphe. 103-5 isiqe. 1-8)
No. 4: Simele SinikeleUbungqinaUkuze Sibe Msulwa Kwityala Legazi
Apr. 19 Ukufundwa kweBhayibhile: Genesis 42-44
INgoma 124 [*Estere 6-Yobhi 5]
No. 1: Isizathu Sokuba Umsindo Ufanele Ulawulwe (g97-XO 6/8 iphe. 11-12)
No. 2: Genesis 42:1-17
No. 3: Ucelomngeni Lokuziphilisa Njengomzali Ongenaqabane Lomtshato (fy-XO iphe. 106-7 isiqe. 9-12)
No. 4: Unqulo Lweminyanya Lulilize
Apr. 26 Impinda Ebhalwayo. Ukugutyungelwa KweSityhilelo 16-Genesis 44
Meyi 3 Ukufundwa kweBhayibhile: Genesis 45-47
No. 1: Ngaba ImisithoYesivuno IyamkholisaUThixo? (w97-XO 9/15 iphe. 8-9)
No. 2: Genesis 45:16-46:4
No. 3: Ukungaluyeki Uqeqesho Kwikhaya Elingenaqabane Lomtshato (fy-XO iphe. 108-10 isiqe. 13-17)
No. 4: Abantu Banokubekwa, Kodwa NguThixo Kuphela Omakanqulwe
Meyi 10 Ukufundwa kweBhayibhile: Genesis 48-50
No. 1: IGenesis—Isizathu Sokuba IbeYingenelo (si-XO iphe. 17-19 isiqe. 30-5)
No. 2: Genesis 49:13-28
No. 3: Ukuphumelela Ekulweni Nobulolo (fy-XO iphe. 110-13 isiqe. 18-22)
No. 4: IArmagedon—Imfazwe KaThixo Yokuphelisa Ubungendawo
Meyi 17 Ukufundwa kweBhayibhile: Eksodus 1-4
No. 1: Intshayelelo YeEksodus (si-XO iphe. 19-20 isiqe. 1-8)
No. 2: Eksodus 4:1-17
No. 3: td-XO 1B IArmagedon Ayichasananga Nothando LukaThixo
No. 4: Indlela Ezinokuxhaswa Ngayo Iintsapho Ezinomzali Ongenaqabane Lomtshato (fy-XO iphe. 113-15 isiqe. 23-7)
Meyi 24 Ukufundwa kweBhayibhile: Eksodus 5-8
No. 1: Ukuba lihlwempu NangonaUsisityebi—Kunokwenzeka Njani? (w97-XO 9/15 iphe. 3-7)
No. 2: Eksodus 7:1-13
No. 3: UBhaptizo—Imfuneko KumaKristu
No. 4: Iingenelo Zokuhlangabezana NokugulaUnesimo Sengqondo Sobuthixo (fy-XO iphe. 116-19 isiqe. 1-9)
Meyi 31 Ukufundwa kweBhayibhile: Eksodus 9-12
No. 1: Oko kuthethwa Kukungabi Yonxalenye Yehlabathi (g97-XO 9/8 iphe. 12-13)
No. 2: Eksodus 12:21-36
No. 3: Ukubaluleka Komoya Ophilisayo (fy-XO iphe. 120-1 isiqe. 10-13)
No. 4: td-XO 5B UBhaptizoAlususiZono
Juni 7 Ukufundwa kweBhayibhile: Eksodus 13-16
No. 1: Indlela Onokullfumana Ngayo Ithemba Kwlmeko Enganiki Themba (w97-XO 5/15 iphe. 22-5)
No. 2: Eksodus 15:1-13
No. 3: Ukuzlbekela Izinto Eziza Kuqala Nokunceda Abantwana Bahlangabezane Nokugula Entsatsheni (fy-XO iphe. 122-3 isiqe. 14-18)
No. 4: ILizwiLikaThixoLiphemmlelwe
Juni 14 Ukufundwa kweBhayibhile: Eksodus 17-20
No. 1: Indlela AmaKristu Abahlonela Ngayo Abazali Abakhulileyo [w97-XO 9/1 iphe. 4-7)
No. 2: Eksodus 17:1-13
No. 3: Bhayibhile-Ukhokelo Olusebenzlsekayo Lomhla Wethu
No. 4: Indlela Esilujonga Ngayo Unyango Lwezamayeza (fy-XO iphe. 124-7 isiqe. 19-23)
Juni 21 Ukufundwa kweBhayibhile: Eksodus 21-24
No. 1: Inzululwazi Yokwenene NeBhayibhile Ziyavumelana (g97-XO 7/8 iphe. 16-17)
No. 2: Eksodus 21:1-15
No. 3: Umfazi Okholwayo Angalulondoloza Njani Uxolo Kwintsapho Eyahluleleneyo? (fy-XO iphe. 128-32 isiqe. 1-9)
No. 4: IBhayibhile-Ibhalelwe Abantu Bazo Zonke IintlangaNezizwe
Juni 28 Ukufundwa kweBhayibhile: Eksodus 25-28
No. 1: Mazi UYehova UThixo Oneempawu Zobuntu (w97-XO 10/1 iphe. 4-8)
No. 2: Eksodus 25:17-30
No. 3: td-XO 13A Ukutofelwa Kwegazi KukuvukelaUbungcwele Begazi
No. 4: Umyeni Okholwayo Angalulondoloza Njani Uxolo Kwintsapho Eyahluleleneyo? (fy-XO iphe. 132-3 isiqe. 10-11)
Jul. 5 Ukufundwa kweBhayibhile: Eksodus 29-32
No. 1: Musa Ukuvumela UmoyaWehlabathi Ukutyhefe (w97-XO 10/1 iphe. 25-9)
No. 2: Eksodus 29:1-14
No. 3: Ukuqeqesha Abantwana NgokweZibhalo Kwikhaya Elahluleleneyo (fy-XO iphe. 133-4 isiqe. 12-15)
No. 4: Umbandela Wokusindisʼ Ubomi Awukuthetheleli Ukwaphulwa Komthetho KaThixo
Jul. 12 Ukufundwa kweBhayibhile: Eksodus 33-36
No. 1: ThembekaUzeUgcine Ingqibelelo Yakho (w97-XO 5/1 iphe. 4-7)
No. 2: Eksodus 34:17-28
No. 3: UkulondolozaUnxibelelwano Oluseluxolweni Nabazali Abakunqulo Olwahlukileyo (fy-XO iphe. 134-5 isiqe. 16-19)
No. 4: AmaXesha EeNtlanga Aphela Ngowe-1914
Jul. 19 Ukufundwa kweBhayibhile: Eksodus 37-40
No. 1: IEksodus—Isazathu Sokuba Ibe Yingenelo (si-XO iphe. 24-5 isiqe. 26-31)
No. 2: Eksodus 40:1-16
No. 3: Ucelomngeni Lokuba Ngumzali Wesibini (fy-XO iphe. 136-9 isiqe. 20-5)
No. 4: Ibandla Lokomoya Lakhelwe KuKristu
Jul. 26 Ukufundwa kweBhayibhile: Levitikus 1-4
No. 1: IntshayeleloYeLevltikus (si-XO iphe. 25-6 isiqe. 1-10)
No. 2: Levitikus 2:1-13
No. 3: Musa Ukuvumela Izinto Eziphathekayo Zahlule Ikhaya Lakho (fy-XO iphe. 140-1 isiqe. 26-8)
No. 4: IbandlaAlakhelwangaKuPetros
Aga. 2 Ukufundwa kweBhayibhile: Levitikus 5-7
No. 1: Isikhokelo Sokufumana Ulonwabo Lokwenene (w97-XO 10/15 iphe. 5-7)
No. 2: Levitikus 6:1-13
No. 3: Imiphumo Eyonakalisayo Ebangelwa Kukukhotyokiswa Butywala (fy-XO iphe. 142-3 isiqe. 1-4)
No. 4: Indalo Ivumelana Nenzululwazi Engqlniweyo Ayingqinelani Nendaleko
Aga. 9 Ukufundwa kweBhayibhile: Levitikus 8-10
INgoma 210 [*INdumiso 126-143]
No. 1: Ukuqonda Umgaqo Kubonakalisa Ukuqola (w97-XO 10/15 iphe. 28-30)
No. 2: Levitikus 10:12-20
No. 3: Ukunceda Ilungu Lentsapho Elilikhoboka Lotywala (fy-XO iphe. 143-6 isiqe. 5-13)
No. 4: Iimini Zokudala Zazingeyomihla Yama-24 Eeyure
Aga. 16 Ukufundwa kweBhayibhile: Levitikus 11-13
INgoma 80 [*INdumiso 144-IMizekeliso 5]
No. 1: Walumkele “AmaEpikure“ (w97-XO 11/1 iphe. 23-5)
No. 2: Levitikus 13:1-17
No. 3: Ugonyamelo Lwasekhaya Neendlela Zokuluphepha (fy-XO iphe. 147-9 isiqe. 14-22)
No. 4: UYesu Waxhonywa Kwisibonda Sokubulala Ukuze Angcikivwe
Aga. 23 Ukufundwa kweBhayibhile: Levitikus 14-15
INgoma 137 [*IMizekeliso 6-14]
No. 1: Ngokwenene Le Yimihla Yokugqibela (w97-XO 4/1 iphe. 4-8)
No. 2: Levitikus 14:33-47
No. 3: Umnqamlezo Awufanele Unqulwe
No. 4: Ngaba Ukwahlukana Sisicombululo? (fy-XO iphe. 150-2 isiqe. 23-6)
Aga. 30 Impinda Ebhalwayo. Ukugutyungelwa kweGenesis 45-Levitikus 15
INgoma 145 [*IMizekeliso 15-22]
Sept. 6 Ukufundwa kweBhayibhile: Levitikus 16-18
INgoma 222 [*IMizekeliso 23-31]
No. 1: XaUkubandezeleka Kuya KubaYintoYezolo (w97-XO 2/15 iphe. 4-7)
No. 2: Levitikus 16:20-31
No. 3: Yintoni Unobangela Wokufa
No. 4: IndlelaYeZibhalo Yokusingatha Iingxaki Zomtshato (fy-XO iphe. 153-6 isiqe. 1-9)
Sept. 13 Ukufundwa kweBhayibhile: Levitikus 19-21
INgoma 122 [*INtshumayeli 1-12]
No. 1: Isizathu Sokuba Ukuzibandeza Uyolo Kungebobulumko (g97-XO 10/8 iphe. 12-13)
No. 2: Levitikus 19:16-18,26-37
No. 3: Bakweyiphi Imeko Abafl?
No. 4: Ukunikela Imfanelo Yomtshato (fy-XO iphe. 156-8 isiqe. 10-13)
Sept. 20 Ukufundwa kweBhayibhile: Levitikus 22-24
INgoma 8 [*Ingoma Yazo Iingoma 1-Isaya 5]
No. l: NgabaKonkeUkukhalazaAkulunganga? (w97-XO 12/1 iphe. 29-31)
No. 2: Levitikus 23:15-25
No. 3: NgabaUkuthetha Nabafi Kuyinto Enokwenzeka?
No. 4: Izizathu EzingokweZibhalo Zokuqhawula Umtshato (fy-XO iphe. 158-9 isiqe. 14-16)
Sept. 27 Ukufundwa kweBhayibhile: Levitikus 25-27
No. 1: ILevitikus—Isizathu Sokuba Ibe Yingenelo (si-XO iphe. 28-30 isiqe. 28-39)
No. 2: Levitikus 25:13-28
No. 3: UMtyhoUNgumntuOngumoya
No. 4: Oko Kuthethwa ZiZibhalo Ngokwahiukana (fy-XO iphe. 160-2 isiqe. 17-22)
Okt. 4 Ukufundwa kweBhayibhile: Numeri 1-3
No. 1: IntshayeleloYeNumeri (si-XO iphe. 30-1 isiqe. 1-10)
No. 2: Numeri 1:44-54
No. 3: Ukukhula Kunye Nimanyene (fy-XO iphe. 163-5 isiqe. 1-9)
No. 4: UMtyholi Ungumlawuli Ongabonakaliyo Wehlabathi
Okt. 11 Ukufundwa kweBhayibhile: Numeri 4-6
No. 1: UYehovaUlawula Ngemfesane (w97-XO 12/15 iphe. 28-9)
No. 2: Numeri 4:17-33
No. 3: Ukomeleza Amaqhina Enu Omtshato (fy-XO iphe. 165-7 isiqe.10-13)
No. 4: Iidemon Ziziingelosi Ezinemvukelo
Okt. 18 Ukufundwa kweBhayibhile: Numeri 7-9
No. 1: Apho Lunokufunyanwa Khona Ulonwabo Lokwenene (w97-XO 3/15 iphe. 23)
No. 2: Numeri 9:1-14
No. 3: Kunandipheni Ukuba Kunye Nabazukulwana Benu Njengokuba Nikhula (fy-XO iphe. 167-70 isiqe. 14-19)
No. 4: Iyintoni Injongo KaThixo Ngomhlaba?
Okt. 25 Ukufundwa kweBhayibhile: Numeri 10-12
No. 1: UYehovaUbakhathelele Ababandezelekileyo (w97-XO 4/15 iphe. 4-7)
No. 2: Numeri 10:11-13,29-36
No. 3: Ukuhlangabezana Nemeko Yokuphulukana Neqabane Lakho (fy-XO iphe. 170-2 isiqe. 20-5)
No. 4: Umhlaba Awusayi KuzeUtshatyalaliswe Okanye Ungabi Nabemi
Nov. 1 Ukufundwa kweBhayibhile: Numeri 13-15
No. 1: Isizathu Sokuba ImimangaUso Iyodwa Ingalwakhi Ukholo (w97-XO 3/15 iphe. 4-7)
No. 2: Numeri 14:13-25
No. 3: Abaprofeti Bobuxoki Banokwaziwa Njani?
No. 4: Iindlela ZobuKristu Zokubeka Abazali Abalupheleyo (fy-XO iphe. 173-5 isiqe. 1-5)
Nov. 8 Ukufundwa kweBhayibhile: Numeri 16-19
No. 1: Isizathu SokubaUbuhlwempu Bungabuthetheleli Ubusela (g97-XO 11/8 iphe. 20-1)
No. 2: Numeri 18:1-14
No. 3: Bonisa Uthando Nokuzincama (fy-XO iphe. 175-8 isiqe. 6-14)
No. 4: Ukuphilisa Kokomoya Kuneengenelo Ezihlala ZihleU
Nov. 15 Ukufundwa kweBhayibhile: Numeri 20-22
No. 1: Indlela IBhayibhile Eyeza Ngayo Kuthi—Icandelo Loku-1 (w97-XO 8/15 iphe. 8-11)
No. 2: Numeri 20:14-26
No. 3: Khangela KuYehova Ukuze Womelezeke (fy-XO iphe. 179-82 isiqe. 15-21)
No. 4: UBukumkaniBukaThixoBowuphUisa NgokusisigxinaUmzimba
Nov. 22 Ukufundwa kweBhayibhile: Numeri 23-26
No. 1: Indlela IBhayibhUe Eyeza Ngayo Kuthi—Icandelo Lesi-2 (w97-XO 9/15 iphe. 25-9)
No. 2: Numeri 23:1-12
No. 3: KhulisaUzinikelo Lobuthixo Nokuzeyisa (fy-XO iphe. 183-4 isiqe. 1-5)
No. 4: UkuphUisa Ngokholo Kwezi Mini Akunabungqina Benkoliseko KaThixo
Nov. 29 Ukufundwa kweBhayibhile: Numeri 27-30
No. 1: Indlela IBhayibhUe Eyeza Ngayo Kuthi—Icandelo Lesi-3 (w97-XO 10/15 iphe. 8-12)
No. 2: Numeri 27:1-11
No. 3: Imbono EfanelekUeyo Ngobuntloko (fy-XO iphe. 185-6 isiqe. 6-9)
No. 4: Ukuthetha Ngeelwimi Kwakulilungiselelo Lexeshana Kuphela
Dis. 6 Ukufundwa kweBhayibhile: Numeri 31-32
No. 1: Imvelaphi YeKrisimesi Yanamhlanje (w97-XO 12/15 iphe. 4-7)
No. 2: Numeri 31:13-24
No. 3: Indima EbalulekUeyo Yothando Entsatsheni (fy-XO iphe. 186-7 isiqe. 10-12)
No. 4: Kuphela Li-144 000 EUya Ezulwini
Dis. 13 Ukufundwa kweBhayibhile: Numeri 33-36
No. 1: INumeri—Isizathu Sokuba Ibe Yingenelo (si-XO iphe. 35 isiqe. 32-8)
No. 2: Numeri 36:1-13
No. 3: Ngaba IsihogoYindawoYokoqobo Yokuthuthunjiswa NgomlUo?
No. 4: Ukwenza Ukuthanda KukaThixo Njengentsapho (fy-XO iphe. 188-9 isiqe. 13-15)
Dis. 20 Ukufundwa kweBhayibhile: Duteronomi 1-3
No. 1: IntshayeleloYeDuteronomi (si-XO iphe. 36-7 isiqe. 1-9)
No. 2: Duteronomi 2:1-15
No. 3: UmUIo Ngumfuziselo WokutshatyalaUswa
No. 4: Intsapho Nekamva Lakho (fy-XO iphe. 190-1 isiqe. 16-18)
Dis. 27 Impinda Ebhalwayo. Ukugutyungelwa kweLevitikus 16-Numeri 1-36—Duteronomi 3